Ukwaba/ukwahlula-hlulahy t UTT0t R506X Rn ZtWi Jj i8
Kwimathematika, igama "division" lithetha isenzo esintsingiselo yaso ichaseneyo naleyo yokuphinda-phinda. Uphawu lokwahlulahlula okanye loku-divid-a lungangumgcana okhombe phantsi naphezulu nobizwa ngokuba si- slash, umgca, okanye uphawu lokwahlula-hlula ongulo (), njengakulo mzekelo:
- or or
Umzekelo ngamnye kule mizekelo mithathu, uthetha ukuthi "u-6 xa ehlulwa-hlulwa ka-3" sifumana isiphumo esingu-2. Inanani lokuqala kwezi nombolo libizwa ngokuba yi-dividend (6), lize elesibini libizwe ngokuba yi-divisor (3). Inani elisisiphumo nelilelesithathu kula manani libizwa ngokuba y-i-quotient. Amanani apheleleyo, nasiphi isixa senani esiphokelayo kwinani elipheleleyo sibizwa ngokuba y-"intsalela" (njengaku-14/4 sifumana u-3 olinani elipheleleyo kodwa kubekho inani eliphokela ngalo elingu-2, njengenani elingu-3
2⁄4, kananjalo naku-3 1⁄2 okanye ku-3.5).amanani asenokubamakhulu kakhulu, njengenani elingamakhulu amabini: 200/5 = 40, okanye libe izigidi-gidi :ezisi-7 7,000,000,000 / 1000 = 7,000,000 (lilingana nesi-7 sezigidi).
Contents
- 1 Xa sithetha ngophinda-phindo lwamanani
- 2 I-Notation
- 3 amaphepha anxulumene neli
- 4 Other websites
Xa sithetha ngophinda-phindo lwamanani[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
Ukuba u-c uphinda-phindwa ngo-b ulingana no-a, ubhalwa nngolu hlobo:
apho u-b angengo-zero, ngoko ke u-a owahlulwe ngo-b ulingana no-c, ubhalwa ngolu hlobo:
Umzekelo,
kuba
- .
Kule ntetho ingasentla, u-a ubizwa ngokuba yidividend, u-b abeyi-divisor aze u-c abeyi-quotient.
Ukwahlula-hlula ngo-zero
...ayichazeki.
I-Notation[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
Ukwahlula-hlula kusoloko kubonakaliswa ngokubeka i-dividend ngaphezulu kwe-divisor zize zahlulwe ngomgca o-horizontal,nawo ubizwa ngokuba yi-vinculum, phakathi kwazo. Umzekelo, u- a owahlulwahlulwe ngo-b ubhalwa ngolu hlobo:
Oku kungafundwa ngokuvakalayo atsho eve nomameleyo ngolu hlobo "u-a xa esahlulwa ngo-b" okanye "u-a ephezu ko-b". indlela yokuchaza kuvokotheke ngokwahlula okanye ngokwaba ngomgca nje omnye kuophela kuxa kubhalwa i-dividend, ize emva koko kubhalwe umgca okekelele ngasekunene i-slash, ngaphantsi kwawo ibe yi-divisor, ngolu hlobo:
Le yindlela eqhelekileyo yokucacisa ngokwahlula-hlula (ukwaba okanye i-division) kw-ii-lwimi ze-programming seyenziwa ngekhompyutha kuba isenokuchwethezwa lula njengeempawu ezilandelelana ngokuqhelekileyo.
I-typographical variation ephakathi kwezi ndlela zimbini isebenzisa i-slash kodwa inyusela elevates i-dividend, ize yehlisele i- divisor:
- a⁄b .
Nayiphi na indlela kwezi zimbini ingasetyenziswa ukubonisa i-fraction. I-fraction yintetho esetyenziswa ukubeka i-division apho i-dividend kunye ne-divisor zizi-integers (nangona zaziwa ngokuba ziyi- numerator ne-denominator). I-fraction yindlela eyamkelekileyo yokubhala amanani. Akunto isoloko ilindelekile ukubhalwa nge-decimal kwesiphumo esivela xa kusabiwa okanye xa kusahlula-hlulwa.
Eyona ndlela ingaxhaphakanga kuyaphi ukubonisa i-division (ukwaba okanye ukwahlula-hlula) kukusebenzisa i-obelus (okanye uphawu lwe-division) ngale ndlela:
Kodwa kwizibalo zamabanga okuqala okanye aphantsi, olu phawu lusetyenziswa rhoqo. I-obelus ikwasetyenziswa iyodwa ukuze imele ukusebenza kwe-division, njengakwi-label kwi-key ye-calculator.
Kwezinye iintlanga ezingathethi siNgesi, u-"a owahlulwe ngo-b" ubhalwa ngolu hlobo a : b. Nangona kunjalo, ngokwentetho yesiNgesi i- colon iphelela ekubizeni amagama anxulumene nee-ratios (u-a:b ubizwa ngokuba ngu-"a is to b").
amaphepha anxulumene neli [tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
- Divisor, another meaning as a number which evenly divides an amount
- Division by two
- Remainder
Other websites[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
- Division on a Japanese abacus selected from Abacus: Mystery of the Bead
- Chinese Short Division Techniques on a Suan Pan
- Rules of divisibility